Duteronomi 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Wakuba ungenile kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungafundi ukwenza izinto ezicekisekayo zezo ntlanga.+ 2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
9 “Wakuba ungenile kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungafundi ukwenza izinto ezicekisekayo zezo ntlanga.+
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+