51 “‘Ke yona iSamariya,+ ayonanga nkqu nangokwesiqingatha sezono zakho, kodwa wena uzenza ziphuphume izinto zakho ezicekisekayo ngaphezu kokuba yona yenjenjalo, ngokokuze wenze oodade wenu babonakale bengamalungisa ngenxa yezinto zonke ezicekisekayo owazenzayo.+