IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+

  • Yeremiya 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Nakubaprofeti baseSamariya+ ndibone imposiso. Benze njengabaprofeti abavuselelwa nguBhahali,+ kwaye baqhubeka besenza abantu bam amaSirayeli ukuba babhadule.+

  • Hezekile 23:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Uya kuzaliswa kukunxila nayintlungu, ngendebe yokukhwankqiswa neyesiphanziso, indebe kadade wenu iSamariya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share