2 Kronike 33:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye uManase+ waqhubeka emlukuhla uYuda+ nabemi baseYerusalem ukuba benze okubi ngakumbi+ kuneentlanga ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.+ IMizekeliso 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu onogonyamelo uyalilukuhla idlelane lakhe,+ aze ngokuqinisekileyo alihambise ngendlela engalunganga.+ Hezekile 16:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+
9 Yaye uManase+ waqhubeka emlukuhla uYuda+ nabemi baseYerusalem ukuba benze okubi ngakumbi+ kuneentlanga ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.+
29 Umntu onogonyamelo uyalilukuhla idlelane lakhe,+ aze ngokuqinisekileyo alihambise ngendlela engalunganga.+
47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+