2 Kumkani 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abazange baphulaphule,+ kodwa uManase waqhubeka ebalukuhla ukuba benze okubi+ ngaphezu kweentlanga+ ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli. Hezekile 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye yaziphatha ngemvukelo nangobungendawo nxamnye nezigwebo zam ngaphezu kweentlanga,+ nemimiselo yam ngaphezu kwamazwe onke awayeyijikelezile, kuba izigwebo zam bazigatyile baza, ke yona imimiselo yam, abahamba kuyo.’+
9 Yaye abazange baphulaphule,+ kodwa uManase waqhubeka ebalukuhla ukuba benze okubi+ ngaphezu kweentlanga+ ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.
6 Kwaye yaziphatha ngemvukelo nangobungendawo nxamnye nezigwebo zam ngaphezu kweentlanga,+ nemimiselo yam ngaphezu kwamazwe onke awayeyijikelezile, kuba izigwebo zam bazigatyile baza, ke yona imimiselo yam, abahamba kuyo.’+