IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Noko ke, uYehova akazange ajike ekuvutheni komsindo wakhe, umsindo wakhe owavutha kuYuda+ ngazo zonke izinto ezicaphukisayo ezo uManase wamcaphukisa ngazo.+

  • 2 Kumkani 24:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Oko kwenzeka nxamnye noYuda ngokomyalelo kaYehova, ukuze amshenxise+ phambi kwakhe ngenxa yezono zikaManase,+ ngako konke oko wakwenzayo;

  • Yeremiya 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ndiza kubanikela kwizikumkani zonke zomhlaba+ ukuba bangcangcazeliswe ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yoko wakwenzayo eYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share