2 Kumkani 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+
25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+