Yoshuwa 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekuphenduleni abantu bathi kuYoshuwa: “NguYehova uThixo wethu esiya kumkhonza, yaye siya kuphulaphula ilizwi lakhe!”+ 2 Kronike 34:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaphezu koko, wenza bonke abo bafunyanwa eYerusalem nakwaBhenjamin ukuba beme kuwo. Nabemi baseYerusalem benza ngokomnqophiso kaThixo, uTHIXO wookhokho babo.+ Yeremiya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+
24 Ekuphenduleni abantu bathi kuYoshuwa: “NguYehova uThixo wethu esiya kumkhonza, yaye siya kuphulaphula ilizwi lakhe!”+
32 Ngaphezu koko, wenza bonke abo bafunyanwa eYerusalem nakwaBhenjamin ukuba beme kuwo. Nabemi baseYerusalem benza ngokomnqophiso kaThixo, uTHIXO wookhokho babo.+
2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+