Isaya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+
48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+