Numeri 21:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yeha wena Mowabhi! Niya kutshabalala ngokuqinisekileyo, nina bantu bakwaKemoshe!+Baya kusaba oonyana bakhe, zithinjwe iintombi zakhe nguSihon, ukumkani wama-Amori. Yeremiya 48:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 AmaMowabhi kuya kufuneka abe neentloni ngoKemoshe,+ kanye njengoko abo bendlu kaSirayeli baba neentloni ngeBheteli intembelo yabo.+
29 Yeha wena Mowabhi! Niya kutshabalala ngokuqinisekileyo, nina bantu bakwaKemoshe!+Baya kusaba oonyana bakhe, zithinjwe iintombi zakhe nguSihon, ukumkani wama-Amori.
13 AmaMowabhi kuya kufuneka abe neentloni ngoKemoshe,+ kanye njengoko abo bendlu kaSirayeli baba neentloni ngeBheteli intembelo yabo.+