1 Kumkani 12:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wandula ke wabeka elinye eBheteli,+ waza elinye walibeka kwaDan.+ Hoseya 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa ngale ndlela kuwe, Bheteli, ngenxa yobubi bakho obukhulu.+ Ngesifingo ukumkani wakwaSirayeli uya kuthuliswa.”+ Amosi 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+
15 Ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa ngale ndlela kuwe, Bheteli, ngenxa yobubi bakho obukhulu.+ Ngesifingo ukumkani wakwaSirayeli uya kuthuliswa.”+
5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+