IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thethani kwindibano iphela yakwaSirayeli, nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga ngamnye makazithabathele imvu ngokwezindlu zamanyange, imvu enye+ kwindlu nganye.

  • Eksodus 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Olu suku loba sisikhumbuzo kuni, yaye nimele nilubhiyozele njengomthendeleko kuYehova kwizizukulwana zenu. Nifanele nilubhiyozele njengommiselo kuse kwixesha elingenammiselo.

  • Levitikus 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova.

  • Numeri 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa ukuba umntu ohlambulukileyo nongekho seluhambeni othe akakukhathalela ukulungiselela umbingelelo wepasika, loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo,+ ngokuba awuwusondezanga umnikelo kaYehova ngexesha lawo elimisiweyo. Loo mntu wophendula+ ngesono sakhe.

  • Numeri 28:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “‘Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, yipasika kaYehova.+

  • Duteronomi 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Yigcine inyanga enguAbhibhi,+ ubhiyozele ipasika kuYehova uThixo wakho,+ ngokuba wakukhupha ngenyanga enguAbhibhi uYehova uThixo wakho eYiputa ebusuku.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share