2 Kumkani 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemihla yakhe uFaro Neko+ ukumkani waseYiputa weza kukumkani waseAsiriya ngakuMlambo umEfrate,+ yaye uKumkani uYosiya waya kumhlangabeza;+ kodwa kamsinya akumbona wambulalela+ eMegido.+
29 Ngemihla yakhe uFaro Neko+ ukumkani waseYiputa weza kukumkani waseAsiriya ngakuMlambo umEfrate,+ yaye uKumkani uYosiya waya kumhlangabeza;+ kodwa kamsinya akumbona wambulalela+ eMegido.+