IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 UNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni wenyuka+ ukuze ambophe ngamakhamandela amabini obhedu wamthabatha wamsa eBhabhiloni.+

  • Yeremiya 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uya kungcwatywa ngokungcwatywa kwenkunzi ye-esile,+ ngokurhuqwa nokulahlwa, ngaphandle kwamasango aseYerusalem.’+

  • Yeremiya 36:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share