30 Utsho uYehova ukuthi, ‘Bhalani phantsi ukuba le ndoda ayinabantwana,+ le ndoda yomeleleyo ayiyi kuba nayo nayiphi na impumelelo ngemihla yayo; kuba enzaleni yayo akukho namnye oya kuba nayo nayiphi na impumelelo,+ ohlala etroneni kaDavide+ nophinda alawule kwaYuda.’”