IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Yaye waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova, konke oko kwenziwa ngookhokho bakhe.+

  • 2 Kronike 36:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova uThixo wakhe. Akazange azithobe+ ngenxa kaYeremiya+ umprofeti+ ngokomyalelo kaYehova.

  • Yeremiya 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—

  • Yeremiya 37:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yena nabakhonzi bakhe nabantu belizwe abazange bawaphulaphule amazwi kaYehova+ awawathethayo ngoYeremiya umprofeti.+

  • Yeremiya 38:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko uKumkani uZedekiya wathi: “Khangelani! Usezandleni zenu. Kuba akukho nto konke konke anokoyisa ngayo ukumkani nxamnye nani.”+

  • Hezekile 21:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Wena ke, sikhulu+ sakwaSirayeli+ esingxwelerhekileyo, esingendawo, esimini yaso ifikileyo ngexesha lesiphoso sokugqibela,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share