Yeremiya 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UKumkani uYehoyakim+ nawo onke amadoda akhe anamandla nazo zonke iinkosana baweva amazwi akhe, yaye ukumkani wafuna ukumbulala.+ Xa u-Uriya wakuvayo oku kwaoko woyika+ kwaye wabaleka wemka waza wafika eYiputa. Yeremiya 36:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+
21 UKumkani uYehoyakim+ nawo onke amadoda akhe anamandla nazo zonke iinkosana baweva amazwi akhe, yaye ukumkani wafuna ukumbulala.+ Xa u-Uriya wakuvayo oku kwaoko woyika+ kwaye wabaleka wemka waza wafika eYiputa.
24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+