Duteronomi 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngokuba uYehova uThixo wakho ungumlilo odlayo,+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+ 2 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+ 2 Kumkani 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Noko ke, uYehova akazange ajike ekuvutheni komsindo wakhe, umsindo wakhe owavutha kuYuda+ ngazo zonke izinto ezicaphukisayo ezo uManase wamcaphukisa ngazo.+
17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+
26 Noko ke, uYehova akazange ajike ekuvutheni komsindo wakhe, umsindo wakhe owavutha kuYuda+ ngazo zonke izinto ezicaphukisayo ezo uManase wamcaphukisa ngazo.+