Yeremiya 52:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+
8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+