2 Kumkani 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa. Yeremiya 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+— Yeremiya 34:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UZedekiya ukumkani wakwaYuda+ neenkosana zakhe ndiya kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo nasesandleni semikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni+ emkayo kuni.’+ Yeremiya 37:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UKumkani uZedekiya wathumela, wamthabatha, waza ukumkani waqalisa ukumbuza imibuzo endlwini yakhe emfihlekweni.+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Likho na ilizwi elivela kuYehova?” Wathi ke uYeremiya: “Likho!” Waza ngokubhekele phaya wathi: “Uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+ Yeremiya 38:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuba uthe akwaphuma uye kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni, esi sixeko siya kunikelwa esandleni samaKhaledi, kwaye okunene aya kusitshisa ngomlilo,+ yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo.’”+ Yeremiya 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+ Hezekile 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+
5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa.
8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—
21 UZedekiya ukumkani wakwaYuda+ neenkosana zakhe ndiya kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo nasesandleni semikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni+ emkayo kuni.’+
17 UKumkani uZedekiya wathumela, wamthabatha, waza ukumkani waqalisa ukumbuza imibuzo endlwini yakhe emfihlekweni.+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Likho na ilizwi elivela kuYehova?” Wathi ke uYeremiya: “Likho!” Waza ngokubhekele phaya wathi: “Uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+
18 Kodwa ukuba uthe akwaphuma uye kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni, esi sixeko siya kunikelwa esandleni samaKhaledi, kwaye okunene aya kusitshisa ngomlilo,+ yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo.’”+
5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+
13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+