IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngenyanga yesihlanu ngosuku lwesixhenxe lwenyanga leyo, oko kukuthi, unyaka weshumi elinethoba+ kaKumkani uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi, umkhonzi kakumkani waseBhabhiloni, weza eYerusalem.+

  • Yeremiya 39:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+

  • Yeremiya 40:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba wayendululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi, ekumthabatheni kwakhe ebotshiwe ngemixokelelwane phakathi kwabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda, ababethatyathelwa ekuthinjweni eBhabhiloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share