2 Kumkani 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya umbingeleli noAhikam+ unyana kaShafan noAkebhore unyana kaMikaya noShafan unobhala noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi: Yeremiya 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+
12 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya umbingeleli noAhikam+ unyana kaShafan noAkebhore unyana kaMikaya noShafan unobhala noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi:
24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+