IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 22:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya umbingeleli noAhikam+ unyana kaShafan noAkebhore unyana kaMikaya noShafan unobhala noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi:

  • 2 Kronike 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya+ noAhikam+ unyana kaShafan noAbhedon unyana kaMika noShafan+ unobhala+ noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi:

  • Yeremiya 39:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.

  • Yeremiya 40:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wayengekabuyi, ukutsho kukaNebhuzaradan ukuthi: “Buyela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ lowo ukumkani waseBhabhiloni ammiseleyo phezu kwezixeko zakwaYuda, uze uhlale naye phakathi kwabantu; okanye naphi na apho kufanelekileyo emehlweni akho ukuya, yiya.”+

      Kwaye ngoko intloko yamafanankosi yamnika umxhesho wokutya nesipho yaza yamyeka wahamba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share