Isaya 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Owu Yehova, isandla sakho siphakamile,+ kodwa abakuboni oko.+ Baya kubona baze babe neentloni+ ngenzondelelo ngabantu bakho. Ewe, wona kanye umlilo+ weentshaba zakho uya kuzidla uzigqibe.
11 Owu Yehova, isandla sakho siphakamile,+ kodwa abakuboni oko.+ Baya kubona baze babe neentloni+ ngenzondelelo ngabantu bakho. Ewe, wona kanye umlilo+ weentshaba zakho uya kuzidla uzigqibe.