IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Noko ke, uElisha wathumela umthunywa kuye, esithi: “Yiya, uze uhlambe+ umzimba izihlandlo ezisixhenxe+ eYordan ukuze inyama yakho ibuyele kuwe;+ uze uhlambuluke.”

  • 2 Kronike 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.”

  • 1 Petros 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share