2 Kumkani 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko wathi kuGehazi+ umlindi wakhe: “Biza lo mfazi womShunem.”+ Waza wambiza waya kuma phambi kwakhe. 2 Kumkani 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku ukumkani wayethetha noGehazi+ umlindi womntu kaTHIXO oyinyaniso, esithi: “Khawundibalisele zonke izinto ezinkulu ezenziwe nguElisha.”+
12 Ngoko wathi kuGehazi+ umlindi wakhe: “Biza lo mfazi womShunem.”+ Waza wambiza waya kuma phambi kwakhe.
4 Ke kaloku ukumkani wayethetha noGehazi+ umlindi womntu kaTHIXO oyinyaniso, esithi: “Khawundibalisele zonke izinto ezinkulu ezenziwe nguElisha.”+