IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula ke wathabatha umnweba owawuwe kuEliya waza wabetha amanzi+ wathi: “Uphi na uYehova uTHIXO kaEliya, Yena kanye?”+ Ekuwabetheni kwakhe amanzi, ahlukana aya ngapha nangapha, wawela uElisha.

  • 2 Kumkani 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Waza wathi: “Ndizisele isitya esincinane esitsha uze ufake ityuwa kuso.” Ngoko bamlandela sona.

  • 2 Kumkani 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kuba utsho uYehova ukuthi: “Nina aniyi kubona moya, yaye aniyi kubona zantyalantyala zamvula; kanti loo ntlambo iya kuzaliswa ngamanzi,+ yaye niya kusela kuyo,+ nina nemfuyo yenu nezilwanyana zenu zasekhaya.”’

  • 2 Kumkani 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Uze uhambe uzivalele noonyana bakho, ugalele kuzo zonke ezi zitya, yaye ezizeleyo uzibeke ecaleni.”

  • 2 Kumkani 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+

  • 2 Kumkani 5:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko iqhenqa+ likaNahaman liya kunamathela kuwe nakwinzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Ngoko nangoko wemka phambi kwakhe, eneqhenqa elimhlophe njengekhephu.+

  • 2 Kumkani 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wandula umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “Iwele phi?” Ngoko wayibonisa loo ndawo. Ngoko nangoko wanqumla ukhuni waza waluphosa apho wenza ukuba intloko yezembe idade.+

  • 2 Kumkani 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku uElisha wathi: “Phulaphulani ilizwi likaYehova.+ Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngomso malunga neli xesha umlinganiselo weseha yomgubo ocolekileyo uya kube uxabisa ishekele, nemilinganiselo emibini yeseha yerhasi ixabise ishekele esangweni laseSamariya.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share