2 Kumkani 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wandula ke ukumkani waseSiriya wathi: “Hamba! Yiza, mandithumele incwadi kukumkani wakwaSirayeli.” Ngoko wahamba waya kuthabatha kuye+ iitalente ezilishumi zesilivere namawaka amathandathu egolide+ nezambatho zokutshintsha ezilishumi.+
5 Wandula ke ukumkani waseSiriya wathi: “Hamba! Yiza, mandithumele incwadi kukumkani wakwaSirayeli.” Ngoko wahamba waya kuthabatha kuye+ iitalente ezilishumi zesilivere namawaka amathandathu egolide+ nezambatho zokutshintsha ezilishumi.+