2 Kumkani 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.” 2 Kumkani 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bandula ke oonyana babaprofeti ababeseYeriko baya kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?” Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko. Yithini cwaka.”+ 2 Kumkani 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UElisha umprofeti wabiza omnye woonyana+ babaprofeti waza wathi kuye: “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe eli selwa+ leoli ngesandla sakho uye eRamoti-giliyadi.+
3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.”
5 Bandula ke oonyana babaprofeti ababeseYeriko baya kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?” Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko. Yithini cwaka.”+
9 UElisha umprofeti wabiza omnye woonyana+ babaprofeti waza wathi kuye: “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe eli selwa+ leoli ngesandla sakho uye eRamoti-giliyadi.+