IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndakuthi kongendawo, ‘Ngokuqinisekileyo uya kufa,’+ uze wena okunene ungamlumkisi, uthethe ukuze ulumkise ongendawo endleleni yakhe engendawo ukuze ahlale ephila,+ ekubeni engendawo, uya kufa ngenxa yesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.+

  • Mateyu 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Noko ke, ngenxa yokuba babenikwe isilumkiso sobuthixo+ ephupheni ukuba bangabuyeli kuHerode, bemka ngandlela yimbi ukuya elizweni labo.

  • Hebhere 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share