Genesis 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+ Hezekile 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndakuthi kongendawo, ‘Wena ungendawo, ngokuqinisekileyo uya kufa!’+ kodwa usuke wena ungamlumkisi ongendawo endleleni yakhe,+ yena ekubeni engendawo uya kufa ngesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.
5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+
8 Ndakuthi kongendawo, ‘Wena ungendawo, ngokuqinisekileyo uya kufa!’+ kodwa usuke wena ungamlumkisi ongendawo endleleni yakhe,+ yena ekubeni engendawo uya kufa ngesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.