4 Ukuba besithe, ‘Masingene esixekweni,’ xa indlala isesixekweni, besiya kufela apho.+ Yaye ukuba sihlala apha, siya kufa. Ngoko yizani masiye kungenela inkampu yamaSiriya. Ukuba asigcina siphila, siya kuphila; kodwa ukuba aye asibulala, siya kufa.”+