Yoshuwa 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye wahlabela mgama wawayalela, esithi: “Yabona, nilalele+ isixeko ngasemva. Ningayi kude kakhulu nesixeko, yaye nonke nifanele nihlale nilungile. Yoshuwa 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngelo xesha wathabatha amadoda amalunga namawaka amahlanu waza wawamisa ukuba alalele+ phakathi kweBheteli+ neAyi, ngakwintshona yesixeko. ABagwebi 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Waza uSirayeli wabeka amadoda alaleleyo+ ngaseGibheya macala onke. ABagwebi 20:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ke bona abo babelalele, bakhawuleza baxhabasha baya ngaseGibheya.+ Baza abalaleli+ abo bathi saa, basixabela sonke isixeko ngohlangothi lwekrele.+
4 Yaye wahlabela mgama wawayalela, esithi: “Yabona, nilalele+ isixeko ngasemva. Ningayi kude kakhulu nesixeko, yaye nonke nifanele nihlale nilungile.
12 Ngelo xesha wathabatha amadoda amalunga namawaka amahlanu waza wawamisa ukuba alalele+ phakathi kweBheteli+ neAyi, ngakwintshona yesixeko.
37 Ke bona abo babelalele, bakhawuleza baxhabasha baya ngaseGibheya.+ Baza abalaleli+ abo bathi saa, basixabela sonke isixeko ngohlangothi lwekrele.+