2 Kumkani 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Umphathi-mkhosi awayezixhase+ ngesandla sakhe ukumkani wamphendula umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “Nokuba uYehova angenza amasango ezikhukula emazulwini,+ ingenzeka le nto?”+ Yaza yona yathi: “Uya kuyibona ngamehlo akho,+ kodwa akuyi kuyidla.”+
2 Umphathi-mkhosi awayezixhase+ ngesandla sakhe ukumkani wamphendula umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “Nokuba uYehova angenza amasango ezikhukula emazulwini,+ ingenzeka le nto?”+ Yaza yona yathi: “Uya kuyibona ngamehlo akho,+ kodwa akuyi kuyidla.”+