1 Samuweli 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 NoSawule waqala ukuliqonda ilizwi likaDavide nokuthi: “Lilizwi lakho na eli, nyana wam Davide?”+ Wathi ke uDavide: “Lilizwi lam, nkosi yam kumkani.” 2 Kumkani 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye kwathi njengoko ukumkani wakwaSirayeli wayedlula eludongeni umfazi othile wadanduluka, esithi kuye: “Sindisa, Owu nkosi yam kumkani!”+ 1 Petros 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+
17 NoSawule waqala ukuliqonda ilizwi likaDavide nokuthi: “Lilizwi lakho na eli, nyana wam Davide?”+ Wathi ke uDavide: “Lilizwi lam, nkosi yam kumkani.”
26 Yaye kwathi njengoko ukumkani wakwaSirayeli wayedlula eludongeni umfazi othile wadanduluka, esithi kuye: “Sindisa, Owu nkosi yam kumkani!”+
17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+