IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+

  • 2 Samuweli 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wabeka iinkampu zomkhosi kwaEdom.+ Kulo lonke elakwaEdom wabeka iinkampu zomkhosi, nawo onke amaEdom aba ngabakhonzi bakaDavide;+ uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+

  • 2 Kumkani 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wahamba ke ukumkani wakwaSirayeli nokumkani wakwaYuda nokumkani wakwaEdom,+ baqhubeka behamba ngendlela ejikelezayo iintsuku ezisixhenxe, yaye kwakungekho manzi eqela nawezilwanyana zasekhaya ezazililandela.

  • 2 Kronike 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngemihla yakhe uEdom+ wamvukela uYuda+ wandula ke wazimisela ukumkani ukuba abalawule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share