2 Kumkani 9:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye kwakungonyaka weshumi elinanye kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi awathi uAhaziya+ waba ngukumkani kwaYuda.) 2 Kronike 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.
29 Yaye kwakungonyaka weshumi elinanye kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi awathi uAhaziya+ waba ngukumkani kwaYuda.)
22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.