2 Kumkani 8:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni uYehoram walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye uAhaziya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 2 Kronike 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+
24 Ekugqibeleni uYehoram walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye uAhaziya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+