2 Kumkani 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+