2 Kumkani 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem unyaka omnye.+ Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri+ ukumkani wakwaSirayeli. 2 Kronike 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYehoshafati waba nobutyebi nozuko ngokuyintabalala;+ kodwa wendiselana+ noAhabhi.+ 2 Kronike 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi; kuba yintombi ka-Ahabhi eyaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+
26 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem unyaka omnye.+ Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri+ ukumkani wakwaSirayeli.
6 Yaye wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi; kuba yintombi ka-Ahabhi eyaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+