IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza wathi: “Wenze ntoni na? Phulaphula! Igazi lomntakwenu liyadanduluka kum emhlabeni.+

  • INdumiso 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba, xa ekhangela uphalazo-gazi,+ ngokuqinisekileyo uya kubakhumbula abo;+

      Ngokuqinisekileyo akayi kusilibala isikhalo sabaxhwalekileyo.+

  • INdumiso 72:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Uya kuwukhulula umphefumlo wabo kwingcinezelo nakugonyamelo.

      Negazi labo liya kuxabiseka emehlweni akhe.+

  • Isaya 26:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share