INdumiso 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba abangendawo baya kutshabalala,+Yaye iintshaba zikaYehova ziya kuba njengokuxabiseka kwamadlelo;Zimele zifikelele esiphelweni sazo.+ Zimele ziphele njengomsi.+ Hoseya 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+ Mika 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, khangela! uYehova uyaphuma endaweni yakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuhla aze anyathele kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba.+ Mateyu 24:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwehlabathi de kube ngoku,+ nekungasayi kubakho injengayo kwakhona. 2 Tesalonika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 isemlilweni odangazelayo, ibaphindezela+ abo bangamaziyo uThixo+ nabo bangazithobeliyo+ iindaba ezilungileyo ezingeNkosi yethu uYesu.+ 2 Petros 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa kwangelo lizwi linye amazulu+ nomhlaba+ wangoku, zombini ziqwetyelwe umlilo+ yaye zibekelwe imini yomgwebo+ neyentshabalalo yabantu abangenabuthixo.+
20 Kuba abangendawo baya kutshabalala,+Yaye iintshaba zikaYehova ziya kuba njengokuxabiseka kwamadlelo;Zimele zifikelele esiphelweni sazo.+ Zimele ziphele njengomsi.+
14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+
3 Kuba, khangela! uYehova uyaphuma endaweni yakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuhla aze anyathele kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba.+
21 kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwehlabathi de kube ngoku,+ nekungasayi kubakho injengayo kwakhona.
8 isemlilweni odangazelayo, ibaphindezela+ abo bangamaziyo uThixo+ nabo bangazithobeliyo+ iindaba ezilungileyo ezingeNkosi yethu uYesu.+
7 Kodwa kwangelo lizwi linye amazulu+ nomhlaba+ wangoku, zombini ziqwetyelwe umlilo+ yaye zibekelwe imini yomgwebo+ neyentshabalalo yabantu abangenabuthixo.+