Genesis 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza wathi: “Wenze ntoni na? Phulaphula! Igazi lomntakwenu liyadanduluka kum emhlabeni.+ INdumiso 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba, xa ekhangela uphalazo-gazi,+ ngokuqinisekileyo uya kubakhumbula abo;+Ngokuqinisekileyo akayi kusilibala isikhalo sabaxhwalekileyo.+ Hezekile 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba lona kanye igazi layo liphakathi kwayo.+ Ulibeke phezu kokukhazimla nakumkhuthuka wengxondorha. Akaliphalazanga emhlabeni, ukuze ligutyungelwe ngothuli.+ Luka 11:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 khon’ ukuze igazi labo bonke abaprofeti+ elaphalazwayo ukususela ekusekweni kwehlabathi lifunwe kwesi sizukulwana,+ ISityhilelo 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 njengoko beliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti,+ nabo ubanike igazi+ ukuba balisele. Kubafanele oko.”+ ISityhilelo 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ewe, kuso kwafunyanwa igazi+ labaprofeti+ nelabo bangcwele+ nelabo bonke abaye babulawa ngogonyamelo emhlabeni.”+
12 Kuba, xa ekhangela uphalazo-gazi,+ ngokuqinisekileyo uya kubakhumbula abo;+Ngokuqinisekileyo akayi kusilibala isikhalo sabaxhwalekileyo.+
7 Kuba lona kanye igazi layo liphakathi kwayo.+ Ulibeke phezu kokukhazimla nakumkhuthuka wengxondorha. Akaliphalazanga emhlabeni, ukuze ligutyungelwe ngothuli.+
50 khon’ ukuze igazi labo bonke abaprofeti+ elaphalazwayo ukususela ekusekweni kwehlabathi lifunwe kwesi sizukulwana,+
6 njengoko beliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti,+ nabo ubanike igazi+ ukuba balisele. Kubafanele oko.”+
24 Ewe, kuso kwafunyanwa igazi+ labaprofeti+ nelabo bangcwele+ nelabo bonke abaye babulawa ngogonyamelo emhlabeni.”+