2 Kronike 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa kwakuvela kuThixo+ ukuba ukuwa+ kuka-Ahaziya kwenzeke ngexesha lokuza kwakhe kuYehoram; yaye ekuzeni kwakhe, waphuma+ noYehoram baya kuYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ awathi uYehova wamthambisa+ ukuba anqumle indlu ka-Ahabhi.+
7 Kodwa kwakuvela kuThixo+ ukuba ukuwa+ kuka-Ahaziya kwenzeke ngexesha lokuza kwakhe kuYehoram; yaye ekuzeni kwakhe, waphuma+ noYehoram baya kuYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ awathi uYehova wamthambisa+ ukuba anqumle indlu ka-Ahabhi.+