1 Kumkani 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+ 2 Kumkani 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umlindi wahamba waya kuxela, esithi: “Uye waya kufika kubo, kodwa akakabuyi; yaye ukuqhuba kunjengokuqhuba kukaYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ kuba uqhuba ngobudlongodlongo.”+
16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+
20 Umlindi wahamba waya kuxela, esithi: “Uye waya kufika kubo, kodwa akakabuyi; yaye ukuqhuba kunjengokuqhuba kukaYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ kuba uqhuba ngobudlongodlongo.”+