IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 19:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngako oko wemka apho waza wafumana uElisha unyana kaShafati ngoxa wayelima+ ngezipani ezilishumi elinesibini phambi kwakhe, kwaye yena wayekweseshumi elinesibini. Ngoko uEliya wawelela kuye waza wamphosela umnweba+ wakhe.

  • 2 Kumkani 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko bathi kuye: “Yindoda enesambatho soboya,+ ebhinqe ibhanti lethwathwa esinqeni sayo.”+ Ngoko nangoko wathi: “IbinguEliya umTishbhi.”

  • Zekariya 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuya kuthi ngaloo mini abaprofeti babe neentloni,+ ngamnye ngombono wakhe xa eprofeta; yaye abayi kunxiba mnweba woboya+ ngenjongo yokukhohlisa.

  • Mateyu 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke uYohane lowo, isinxibo sakhe sasisesoboya+ benkamela, enombhinqo+ wethwathwa esinqeni sakhe; ukutya kwakhe nako kwakuziinkumbi+ nobusi+ basendle.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share