1 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi.
17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi.