IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+

  • 1 Kumkani 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ malunga namadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Ndiye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Yaye bona bathi: “Nyuka,+ yaye uYehova uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”

  • 2 Kumkani 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngako oko wababingelela bonke ababingeleli+ beendawo eziphakamileyo ababephezu kwezibingelelo waza wawatshisela phezu kwazo amathambo abantu.+ Emva koko wabuyela eYerusalem.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share