2 Kronike 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi kwamsinya nje uYehu akungena kwimbambano nendlu ka-Ahabhi,+ wafumana iinkosana zakwaYuda noonyana babantakwabo Ahaziya,+ abalungiseleli baka-Ahaziya, waza wababulala.+
8 Kwathi kwamsinya nje uYehu akungena kwimbambano nendlu ka-Ahabhi,+ wafumana iinkosana zakwaYuda noonyana babantakwabo Ahaziya,+ abalungiseleli baka-Ahaziya, waza wababulala.+