2 Kumkani 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yazini ke ngoko, ukuba akukho nento le kwilizwi likaYehova engayi kuzaliseka emhlabeni+ ayithethileyo uYehova nxamnye nendlu ka-Ahabhi;+ yaye uYehova wenza oko wakuthethayo ngoEliya umkhonzi wakhe.”+ 2 Kumkani 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngapha koko, uYehu wahamba waya kubaxabela bonke ababesele kwindlu ka-Ahabhi eYizereli nawo onke amadoda akhe abalaseleyo+ nabo bonke abo wayebaqhelile nababingeleli bakhe,+ de akashiya namnye wakhe usindayo.+
10 Yazini ke ngoko, ukuba akukho nento le kwilizwi likaYehova engayi kuzaliseka emhlabeni+ ayithethileyo uYehova nxamnye nendlu ka-Ahabhi;+ yaye uYehova wenza oko wakuthethayo ngoEliya umkhonzi wakhe.”+
11 Ngapha koko, uYehu wahamba waya kubaxabela bonke ababesele kwindlu ka-Ahabhi eYizereli nawo onke amadoda akhe abalaseleyo+ nabo bonke abo wayebaqhelile nababingeleli bakhe,+ de akashiya namnye wakhe usindayo.+